Skip to content Skip to sidebar Skip to footer

Widget HTML #1

[Download] "IiDanaso, IiDayimani neDemokhrasi" by Francis Wilson # Book PDF Kindle ePub Free

IiDanaso, IiDayimani neDemokhrasi

πŸ“˜ Read Now     πŸ“₯ Download


eBook details

  • Title: IiDanaso, IiDayimani neDemokhrasi
  • Author : Francis Wilson
  • Release Date : January 19, 2017
  • Genre: Africa,Books,History,Science & Nature,Nature,
  • Pages : * pages
  • Size : 68564 KB

Description

Iasteroid ebukhulu bulingana neNtaba yeTafi le yawela kwindawo ekunamhlanje nje ebizwa ngokuba nguMzantsi Afrika kwiminyaka eziibhiliyoni ezimbini eyadlulayo, yaza ngoko ke yaphawula le ndawo. Ukusuka ngoko imbali yeli lizwe yomelela kwaye yanobungangamsha obungaphaya. Le incwadi ikusa ngqo kuloo mzuzu, kanye ekuqalekeni kwezo ngqaqa zegolide, ukuza kuthi ga ekuqalekeni kwedemokrasi, into apha eyamangalisa ihlabathi jikelele.
Xa uphendla le ncwadi uza kuhlangana nezinye zeedayinaso zakudaladala ezarekhodishwayo, uza kuhlangana nabantu bokuqala ngqa kwiplanethi iphela, kwakunye neenkcubeko zokuqala ngqa apha ehlabathini. Uza kubona abangeneleli bengena kweli lizwekazi kwakunye nefuthe labo ekuguqukeni kwembali yeli: abazingeli nabaqokeleli, abalimi nabafuyi, abasebenzi besinyithi abasuka emantla, kwakunye neembacu nabafudukeli abasuka eYurophu naseAsia. Bonke aba bantu babesilwa kodwa balumilisela noxolo, bahlangana nedayimane kunye negolide bengalindele, baqaqamba ekwenzeni izinto-yinto baza batshona dzwabha phantsi kwengcinezelo, de ngenye imini bafola bebonke ngokulinganayo ukuze benyule urhulumente oza kubafaka kule nkulungwane yeminyaka yamashumi amabini ananye njengesizwe sedemokrasi.
Eli libali eliqaqanjiswe ziidayinaso, iidayimane kunye nedemokrasi.


Free Download "IiDanaso, IiDayimani neDemokhrasi" PDF ePub Kindle